Skip to content

Lala ngoxolo

Asenathi MZP
Popularity · Low

YouTube

Searching YouTube...

Lyrics

Wathi soze undishiye soze uhambe Ndingayeka njani ukucinga Ungakhululeka njani mama Ungalala njan ngoxolo Kunzima Intliziyo yam ikukhalela Okokoko Awuphumi engqondweni yam Awuvumi umoya wam Ukukhulula Umkhulula njani Umntu okukhulisileyo Ndikukhulule njani makhulu Ubuhlungu owandishiya nabo Buyandibulala Suku ne suku Ndiyasola inxalenye Yomphefumlo wam Yakulandela yangena nawe Phantsi komhlaba Ohhhhhhhhhhhhh Ohhhhhhhhhhhhh Ohhhhhhhhhhhhh Akasekho usizimele Akasekho kona ukufa kona Andikholelwa ukuba Asisayi kuphinda simbone Ngawe nyama ona amehlo Asisayi kuphinda siluve lona elolizwi lakhe Lenkuthazo Inene inene Kufa uyivavanyile imiphefumlo yabanintsi Yhini ukundehlutha oyena mntu bendikholose ngaye Yhini ukundithathela umhlobo wam osentliziyweni Intliziyo uzishiye zizingceba Inene inene intando yomdali ibuhlungu Kodwa ke olwakho ugqatso ulufezile Andisolinto ngawe Icekwa selilele nathi Ezantsi emhlabeni Lala ngoxolo Ohhhhhhhhhhhhhhhhhhhhhh Lala ngoxolo Mamvundle Lala ngoxolo Mamvundle Oh Mamvundle