Sinovuyo Ft L Bee Vuya
Sinovuyo Dimanda
Popularity ยท Low
YouTube
Searching YouTube...
Lyrics
Nguye nguye...
Qhina leqhosha yayi ntsidabadala
yalahla umnt'omnyama nangoku zisafunwa
ncwadi emlom'obumvu nam ndiyibhekile,ndiyijongile ngoku ndisanqula
Bazovuya
Bovuya unyana ndimzele
Bazovu.vu... vuya
Bovuya unyana ndimzele
Bazovuya
Bovuya unyana ndimzele
Vuya ...vuya
Bandichazile okwe henyukazi ingafunwa zizonw'etempileni
Bandihlazile bathi mna ndililolo,ndilolo
Bathe ndili xolo
UBawo nam undibabale ngonyana ominw'ilishumi
UBawo undibabale nge ndlalifa yama Thile
Bazovuya
Bovuya unyana ndimzele
Bazovuya
Bovuya unyana ndimzele
Bazovu.vu... vuya
Bovuya unyana ndimzele
Bazovuya
Bovuya unyana ndimzele
Vuya vuya
Vuya vuya
Vuya,vuya,vuya
Vuya,vuya,vuya
Vuya,vuya,vuya
Vuya,vuya,vuya
Bazovuya
Bovuya unyana ndimzele
Bazovu.vu.vuya
Bovuya unyana ndimzele
Bazovuya
Bovuya unyana ndimzele
Yhe nam ndizele indlalifa,nam ndithwele
Nkomo zam nam zahluliwe,nyembezi zam namhla zosulwe
Bazovuya
Bovuya Unyana ndimzele
Bazovuya mah yhe yhe.bovuya unyana ndimzele
Qhinga leqina liqhath'abasweli ngqondo
Yokqiqa bakugqiba batheng'uQamata
Bazovuya
Bovuya unyana ndimzele
Bazovu.vu.vuya
Bovuya Unyana ndimzele
Nguye,nguye,nguye
Nguye,nguye,nguye
Nguye,nguye,nguye
Nguye,nguye,nguye
Bazovuya
Bovuya Unyana ndimzele
Bazovu.vu.vuya
Bovuya Unyana ndimzele
Bazovuya
Bovuya Unyana ndimzele