Skip to content
Lyric
Dive
Public playlists
My playlists
Search
Sign in
Iimfama Ziyabona
Msaki
Popularity ยท Low
+
๐ฟ๐ฆ Xhosa ยท Original
0
0
Listen
YouTube
1
2
3
0:00 / 0:00
Loading YouTube player...
Lyrics offset
Synced
Lyrics
Original
Translation
Bilingual
Apho siyakhona
Iimfama ziyabona
Ngcambezela nawe
Sodibana khona
Ndakubona uphila ngasemnqamlezweni
I hear what they say
Qha mnandiz'thandela wena
Sul'inyembezi
Ugqubud'ixesha
Apho siya khona akukhothwa manxeba
Ndakubona uphila ngasemnqamlezweni
Between intando yakho
Nothando lwakhe
Oohhh...
Ooh oh!ร2
Oohh weee oohh
Said i love my friend lets go to the boarders
All is nearer now we'll run, tread the waters
Im the one who knows
How beautiful you are
I hear what they say
But i loved you from the start...!
Ooohhh mna ndizthandela wena
Ooohhh mna ndizthandela wena
Ooohhh mna ndizthandela wena
Oohhh
Ooohhh mna ndizthandela wena (iimfama ziyabona... iimfama ziyabona)
Ooohhh mna ndizthandela wena (mfama ziyabona... iimfama ziyabona)
Ooohhh mna ndizthandela wena (iimfama ziyabona... iimfama ziyabona)
Ooohhh... (mfama ziyabona ร2)
Apho siyakhona
Iimfama ziyabona
Ngcambezela nawe
Sodibana khona
Ndakubona uphila ngaphakathi emfazweni
Its between intando yakho
Nothando lwakhe
Said i love my love lets go to the boarders
All is nearer now we'll run, tread the waters
Im the one who knows
How beautiful you are
I hear what they say
But i loved you from the start...
Ooohhh mna ndizthandela wena
Ooohhh mna ndizthandela wena
Ooohhh mna ndizthandela wena
Ooohhhh...

(End)
ย