Skip to content
Lyric
Dive
Public playlists
My playlists
Search
Sign in
Noyana
Joyous Celebration
Popularity · Low
+
Original
0
0
YouTube
Searching YouTube...
Lyrics
Original
Translation
Bilingual
Sikuyo indlela
Yelizwe lobomi
Ikhaya labantu
Bahleli ngenyweba
Nina ke nahluka
KuThixo ngokona
Nithini? Noya na?
Noya na phezulu?
Hey, noya na? (Noya na?)
Noya na? (Noya na?)
Noya na? (Noya na?)
Noya na? (Noya na?)
Nithi (nithini? Noya na?) noya na?
(Noya na? (Noya na phezulu?)
Hey, nizoya? (Noya na?)
Nizoya na? (Noya na?)
Nizoya na? (Noya na?)
Nizoya na? (Noya na?)
(Nithini? Noya na?)
Noya na? (Noya na phezulu?)
M'na ndizohamba (nd'zohamba)
Ndizohamba (nd'zohamba)
Ndizohamba (nd'zohamba)
Ndizohamba (nd'zohamba)
(Ewe ke, ndohamba)
Ndohamba! (Ndisiya phezulu)
Ewe ke, ndohamba! (Ewe ke, ndohamba)
Ndohamba! (Ndisiya phezulu)
Ewe ke! (Ewe ke, ndohamba) Ewe ke
Ewe ke! (Ndisiya phezulu) ewe ke!
Ewe ke! (Ewe ke, ndohamba) ewe ke!
(Ndisiya phezulu) ndithi ewe ewe
Ewe, ewe! (Ewe ke, ndohamba) ewe, ewe!
Ewe, ewe! (Ndisiya phezulu) ewe, ewe!
Ewe ke! (Ewe ke) ewe ke ndohamba!, ndohamba)
Ndohamba! (Ndisiya phezulu)