Skip to content

Naphakade - Live

Popularity ยท Low

YouTube

Searching YouTube...

Lyrics

Ndidinga wena, ndinxanelwe wena Ndikhangela wena Yesu, njalo. (Mthombo wokuphila kwami) (Ngena phakathi kwam njengokusho kwezwi lakho) Ndingafani nendodana yolahleko Ndihole SoMhlekazi emadlelweni aluhlaza (Ngena phakathi kwami njengokusho kwezwi lakho) Ndingafani nendodana yolahleko Amandla okuphila kwami Ukwenza nokuphumelela kwami ngikuthola kuwe Ndifuna ubuso bakho Ndikhangela ubuso bakho, ziveze. (Mthombo wokuphila kwami) (Ngena phakathi kwam njengokusho kwezwi lakho) Tshayela intliziyo yami, ungene ngaphakathi Ubuse njalo (Ngena phakathi kwami njengokusho kwezwi lakho) Andifun' ungcoliswa zizinto zalo mhlaba Ndifuna wena, ngena. (Ngena phakathi kwami njengokusho kwezwi lakho) Andifun' udakiswa zizinto zalo mhlaba Andifun' udakiswa ngamanyundululu asemhlabeni. (Ngena phakathi kwami njengokusho kwezwi lakho) Ngena, ngena. Ngena Yesu. Ngena SoMhlekazi, ngena Ndikhoyo (Nguwe izolo, nguwe namhlanje naphakade, ewe!) Wanqob' ithuna, wanqoba konke (Nguwe izolo, nguwe namhlanje naphakade, ewe!) Izinto zonke zilawulwa nguwe, hay'bo Izinto zonke zilawulwa nguwe (Nguwe izolo, nguwe namhlanje naphakade, ewe!) Naphakade, naphakade, naphakade. (Nguwe izolo, nguwe namhla naphakade, ewe!) Zwi lakho liyaphila, zwi lakho lingumboshong' onamandla. Zwi lakho liyasithuthuzela, zwi lakho liyasiphilisa Ndidinga wena, mthombo wokuphila kwami Ndiyakudinga Ndidinga wena, ndinxanelwe wena Ndidinga wena, mthombo wokuphila kwami.