Skip to content
Lyric
Dive
Public playlists
My playlists
Search
Sign in
isiphelo (#untitled)
Bongeziwe Mabandla
Popularity ยท Low
+
๐ฟ๐ฆ Xhosa ยท Original
0
0
YouTube
Searching YouTube...
Lyrics
Original
Translation
Bilingual
Ekugqibileni kwento yonke
M'na ndisakuthanda
Noba asisekho kunye
Lontw'ayitheth'ukuba sendalibala
Amaxesha ami nawe
Thina sobabini
Iminyanga eyadlula
Dlula ndihleli nawe
Mandibulele ngento yonke
Ondenzele yona
M'na ndilingqina
Lentliziyo yekh' welungile
Ndiyak' khumbula
Ndiyak' khumbula
Ndiyak' khumbula
Ndiyak' khumbula
Amaxesha ami nawe
Thina sobabini
Iminyanga eyadlula
Dlula ndihleli nawe
Akwaba, akwaba (Andikwaz' ukuyeka)
Akwaba, uk'yek'ungicinge (Ukuyeka, ukuyek' ukuthanda)
Akwaba, akwaba (Andikwaz' ukuyeka)
Uke u'zinik'ithuba (Ukuyeka, ukuyek' ukuthanda)
Sokezo'ngilande kwelinyizwe (Andikwaz' ukuyeka)
Akwaba, akwaba (Ukuyeka, ukuyek' ukuthanda)
Wathi kimi yimina engihlophethwa (Ukuyeka, ukuyek' ukuthanda)
Wathi kimi yimina engihlophethwa (Ukuyeka, ukuyek' ukuthanda)