Protect my Vibe
MJ Wemoto
Popularity ยท Low
Listen
YouTube
0:00 / 0:00
Loading YouTube player...
Lyrics offset
Synced
Lyrics
Ayikho lento ingatshabalalisa mna
Ngoba ndiyazazi...
Ndandihleli ndithule nje, ndiphila ubomi bam
Ndingenzanga muntu nto, kodwa bona bayandijonga ngam
Bebeka amagama amaxoki, bafuna ukundiphula phantsi
Kodwa andikho apho, ndizazi, ndizithembile...
[Pre-Chorus]
Ayinamdla lento bayithethayo
Zizithunzi ezingakwazi ukukhanya
Ndibambe i-peace yam ngokuqinileyo
Andivumeli mntu andiphazamise
[Chorus]
Gcina i-vibe yam, ndiyibambe ngokuqinileyo
Ndihlamba ngothando, andizukuhlazeka
Gcina i-vibe yam, mna ndiyakhula rhoqo
Andivumeli mntu andiphazamiseโno, no, no!
Gcina i-vibe yam...
Andilwi, kodwa andizukuvuma ndixhatshazwe
Ixesha lam lifikile
Ngubani onokundimisa? Hayi bo!
Just a gentle soul Iโm living my life
I ainโt done nothing to no one
Still they come at me throwing spite
Spreading their stories and lies
Hoping Iโd lose my mind
Their words donโt carry no power
Just shadows running from the fire
Iโm holding to my peace Iโm strong
I wonโt let nobody come shake me
[Chorus]
Gcina i-vibe yam, ndiyibambe ngokuqinileyo
Ndihlamba ngothando, andizukuhlazeka
Gcina i-vibe yam, mna ndiyakhula rhoqo
Andivumeli mntu andiphazamiseโno, no, no!
Gcina i-vibe yam...
Yhuu ndiyazi...
Oooh, ndiyazazi, ndiyathandwa, ndiyinqaba...
[Pre-Chorus]
Ayinamdla lento bayithethayo
Zizithunzi ezingakwazi ukukhanya
Ndibambe i-peace yam ngokuqinileyo
Andivumeli mntu andiphazamise
[Chorus]
Gcina i-vibe yam, ndiyibambe ngokuqinileyo
Ndihlamba ngothando, andizukuhlazeka
Gcina i-vibe yam, mna ndiyakhula rhoqo
Andivumeli mntu andiphazamiseโno, no, no!