Skip to content
Lyric
Dive
Public playlists
My playlists
Search
Sign in
Thabatha
NOTED
Popularity ยท Low
+
๐ฟ๐ฆ Xhosa ยท Original
0
0
YouTube
Searching YouTube...
Lyrics
Original
Translation
Bilingual
Thabatha umphefumlo wami
Uthabathele kuwe
Intliziyo yam ifuna wena
Andisoze ndikulahle
Inceba yakho mayilethe kuthi
Ibelivumb'elimnandi
Lomthwalo wam ndiwuphosa kuwe
Andisoze ndikulahle
Ndinqwenela kufezek'umbhalo
Ezomhlaba zonke ziphele nya
Intlungu nokufa k'zotshabalala ezulwini
Ndinqwenela kufezek'umbhalo
Ezomhlaba zonke ziphele nya
Intlungu nokufa k'zotshabalala ezulwini
Intlungu nokufa k'zotshabalala ezulwini
Intlungu nokufa k'zotshabalala ezulwini
Intlungu nokufa k'zotshabalala ezulwini
(Oh ndiyayama)
Ndiyayame kuy'ezingalweni
Ndithembe ulothando lwakho
Lundithwale kwigxamleko zobubomi
Ndibubunqina bamandla noThixo
ย