Skip to content

Didjo

Popularity ยท Low

YouTube

Searching YouTube...

Lyrics

Bantwana balilela ukutya ukutya ukutya Nabantu bephangelel'ukutya ukutya ukutya Bona berhuq'inqwelo ezino kokutya ukutya Izizwe ziyalwana ngenxa yokutya ukutya Abantwa balilela ukutya Didjo Didjo Ukutya Bon'izizwe zisilwa nje zilwel'ukutya Didjo Didjo jo Bon'izizwe ziyalima zilim'ukutya Didjo Didjo jo