Skip to content

Emakhaya

Popularity · Low

YouTube

Searching YouTube...

Lyrics

Yey ndikhumbula emakhaya Sisathandana mna nawe Ye bekutheni na? Hay' akusafani nakuqala Hay' eRhawtini, bamthatha Bamthath' uBaby wam Amthathil' amaBlesser Hay' eGoli bamthatha Bamthath' uBaby wam Amthathil' amaSpender Yey ndikhumbula emakhaya Sisathandana mna nawe Ye bekutheni na? Hay' akusafani nakuqala Yey ndikhumbula emakhaya Sisathandana mna nawe Ye bekutheni na? Hay' akusafani nakuqala Yeyak' uNomonde, uyazenzela Uyaphum' uyangen' aphendlini Sendaba sis'denge Hayi icacile uthand' izinto Yeyak' uNomonde, uyazenzela Uyaphum' uyangen' aphendlini Sendaba sis'denge Hayi amthathil' amaSpender Yey ndikhumbula emakhaya Sisathandana mna nawe Ye bekutheni na? Hay' akusafani nakuqala Yey ndikhumbula emakhaya Sisathandana mna nawe Ye bekutheni na? Hay' akusafani nakuqala Yey ndikhumbula emakhaya Sisathandana mna nawe Ye bekutheni na? Hay' akusafani nakuqala Yey ndikhumbula emakhaya Sisathandana mna nawe Ye bekutheni na? Hay' akusafani nakuqala