Skip to content

Camagu Ngonyama

Popularity · Low

YouTube

Searching YouTube...

Lyrics

Ngonyama Kajuda Ndibiza Wena Mabizwa'sabele Uyakhuva Ukukhala Kwam Njalo Isandla Sakho Siland'ekhondweni Lam Ndisinda Ngawe Izolo Namhla Naphakade Ngonyama Bayede Ngonyama Ah Ngonyama Camagu Ngonyama Ngonyama Yomndeni Kajudah Sinqula Wena Zandla Zimanxeba Nxeba Wabethelwa Ngenxa Yam Gxalaba Elibanzi Wathwal'umthwalo Wam Ndisasinda Ngawe Namhlanje Kuze Kubephakade Oh Bayde -ngonyama Oh Camagu Ngonyama Oh Ah -ngonyama