Skip to content

Isoka Lam

Popularity · Low

YouTube

Searching YouTube...

Lyrics

Ndilbeka kuwe ithemba lam Ungandishiyi sthandwa sam Sondela baby bamba la Zohlala ulisoka lam Ndilbeka kuwe ithemba lam Ungandishiyi sthandwa sam Sondela baby bamba la Zohlala ulisoka lam Soka lam lovey wam Phefumla kancane museduze kwami Soka lam nunu wam Ndikuthanda nobu gcweli pie ebsweni The way ondthanda ngayo The way ondbamba ngayo You said if need to find love Adressi yakho ndinayo Ndilbeka kuwe ithemba lam Ungandishiyi sthandwa sam Sondela baby bamba la Zohlala ulisoka lam Ndilbeka kuwe ithemba lam Ungandishiyi sthandwa sam Sondela baby bamba la Zohlala ulisoka lam Sondela baby bambi sandla sam Ill be your mirror and you be mine Love will heal all the hurt parts You gotta look inside Realign then I realise if I reflect those were real lies Find my balance inside yin and yang we so devine Its in the way ondbamba ngayo (You're gentle) The way ondthanda ngayo ohhh yeah (You're patient) Said if you need to find love Adressi yam ndinayo Ndilbeka kuwe ithemba lam Ungandishiyi sthandwa sam Sondela baby bamba la Zohlala ulisoka lam Ndilbeka kuwe ithemba lam Ungandishiyi sthandwa sam Sondela baby bamba la Zohlala ulisoka lam Soka lam soka lam