Skip to content

Una Bantu Bako Thixo

Popularity ยท Low

Listen

YouTube

0:00 / 0:00
Loading YouTube player...
Lyrics offset
Synced

Lyrics

Unabantu bakho, thixotropic, Ngamaxesha onke; Ubagcina, ubancede; Eendaweni zonke. Bakuwela imilambo, Uba nabo wena; Bakutshiswa ngemililo, Uba nabo wena. Apho batshutshiswa khona, Bomelezwa nguWe; Nasemagamncweni, Thixo, Bagciniwe nguWe. Bakhangela kuWe, nkosi, Aabo bantu bakho; Babulela, bakuthembe, Aabo bantu bakho. Amen.