Skip to content
Lyric
Dive
Public playlists
My playlists
Search
Sign in
Thandolwethu
Berita
Popularity · Moderate
+
Original
0
0
Listen
YouTube
1
2
3
0:00 / 0:00
Loading YouTube player...
Lyrics offset
Synced
Lyrics
Original
Translation
Bilingual
Ndandino mfana omuhle
Igama lakhe uthandolwethu
Bengimthanda endithanda
Sasingohlulwa nazizuthumo
Wayo phul'nhliziyo yam ndingamcingelanga
Wayo phul'nhliziyo yam ndingalindelanga
Wethandolwethu, wethandolwethu
Ndakwenzani na thandolwethu
Ndakwenzani na thandolwethu
Hooo uu-uu-uu-uu ho u
Ndikxelele
Bengicinga ukuba ndizohlala nawe
Ngoba konke bendingazi
Bendicinga ukuba ungowami
Kanti ungowethu sonke
Wayo phul'nhliziyo yam ndingamcingelanga
Wayo phul'nhliziyo yam ndingamlindelanga
Wethandolwethu, wethandolwethu
Ndakwenzani na thandolwethu
Ndakwenzani na thandolwethu
Ukuba kuwe ndiphelele
Ndakwenzani na thandolwethu
Ndakwenzani na (wayo phul'nhliziyo yam)
Wayo phul'nhliziyo yam bo
Thandolwethu