Umoya Wam
Zain SA
Popularity · Low
Listen
YouTube
0:00 / 0:00
Loading YouTube player...
Lyrics offset
Synced
Lyrics
Thina kulo mhlaba, esiphila kuwo
Thina kukhon'izinto, esidlula kuzo
Silwa imfazwe, ikrele likamoya
Side siyogqabhuk'inyongo engcwabweni.
Thina sinentshaba esizaziyo nesingazaziyo
Hayi kwaye ayizontshaba zethu zodwa, ezifun usibona sibhubhile
Zintshaba zomama, notata, nenzala yazo
Ai, zintshaba zomama, notata, nenzala yazo
(nenzala yazo)
Ahh umoya wam ukrakra
(ukrakra)
Bridge (Sax)