Skip to content
Lyric
Dive
Public playlists
My playlists
Search
Sign in
Ndokulandela
Bongeziwe Mabandla
Popularity · Moderate
+
Original
0
0
Listen
YouTube
1
2
3
0:00 / 0:00
Loading YouTube player...
Lyrics offset
Synced
Lyrics
Original
Translation
Bilingual
Phambi kwabantu bonke, mna ndiyafunga
Uba bom' endibuphila ndibushiya emva
Lemini isisi'phawulo iyah ndiyazazisa, andisenguye mna lo ndandinguye
Ndokulandela wena, noma wena uyaphi na
Ndokuhamba ngawe zonke imini zobomi bam
Ndokulandela wena, noma wena uyaphi na
Ndokuhamba ngawe zonke imini zobomi bam
Nhliziyo yami yonke ndiyibeka phambi kwakho
Andisenawo wona amandla
Ndincede bawo uzundamukele, uyikhombe indlela ukuze ndihambe
Ndokulandela wena, noma wena uyaphi na
Ndokuhamba ngawe zonke imini zobomi bam
Ndokulandela wena, noma wena uyaphi na
Ndokuhamba ngawe zonke imini zobomi bam
Izwe lingangijekela
Bantu bangiflathele
Mna andijiki
Ndoku Ndokulandela
Ndokulandela wena, noma wena uyaphi na
Ndokuhamba ngawe zonke imini zobomi bam