Skip to content

Oko

Popularity · Low

Listen

YouTube

0:00 / 0:00
Loading YouTube player...
Lyrics offset
Synced

Lyrics

Wandenz'umuntu Wandenz'owakho Wandenza mkhulu Wandenz'iqhawe Yena uhlala nam Sijonga'emehlweni Wandiph'intliziyo ethamileyo Kodwa yomelele yona Okoko okoko eduze nam Oko umane undisebezela to the sky (To the sky) Okoko okoko eduze nam Oko umane undisikelela through it all All the time (Okoko okoko) Okoko Okoko Wandez'ithemba labaninzi Wathi ndiyakwethemba Wandezel'ityholo Tyholo lam elingasoze lafa Angeke ndizisuse kuwe wena Themba lam Asoze ndizisuse kuwe Wena mezi wam Okoko okoko eduze nam Oko umane undisebezela to the sky (To the sky) Okoko okoko eduze nam Oko umane undisikelele through it all All the time (Okoko okoko) Lok'ixesha (Okoko) Lok'ixesha (Okoko) Okoko (Onk'amaxesha) Okoko (Okoko) Okoko (Onk'amaxesha) Okoko (Onk'amaxesha)