Skip to content

Mayenzeke

Popularity · Low

Listen

YouTube

0:00 / 0:00
Loading YouTube player...
Lyrics offset
Synced

Lyrics

Uyeeyeyeh uyeeyeyeh Imizamo yam Ayindisebenzelanga Nazingcinga zam Azindi sebenzelanga Nguwe wedw 'owaziyo Nguwe wedw 'owaziyo Oooh hoooh Mayenzeke intando yakho Bawo Mayenzeke intando yakho Somandla Eyamingqondo iyandohlula Obam ubunina buyandidanisa Abahlobo bam Abandisebenzelanga Nokuqonda kwam akusebenzanga Andazi, nguwe wedw 'owaziyo Nguwe wedw 'owaziyo Oooh oooh Mayenzeke intando yakho Bawo Mayenzeke intando yakho Somandla Eyamingqondo iyandohlula Obam 'ubunina buyandidanisa Mayenzeke intando yakho Bawo Mayenzeke intando yakho Somandla Eyamingqondo iyandohlula Obamu bunina buyandidanisa Uyeeyeyeh, uyeeyeyeh, Uyeeyeyeh, Uyeeyeyeh, Mayenzeke, intando yakho Bawo Mayenzeke, intando yakho Somandla Eyamingqondo iyandohlula Obamu bunina buyandidanisa Mayenzeke intando yakho Bawo Mayenzeke intando yakho Somandla Eyamingqondo iyandohlula Obamu bunina buyandidanisa Uyeeyeyeh Uyeeyeyeh