Skip to content

Uyinto Yonke

Popularity ยท Low

Listen

YouTube

0:00 / 0:00
Loading YouTube player...
Lyrics offset
Synced

Lyrics

Wena uyinto yonke Efunywa inhliziyo yam Wena uyinto yonke Efunywa inhliziyo yam Angeke ndidlalise ngawe Nguwe ophethe enhlizweni yam Angeke ndidlalise ngawe Nguwe ophethe enhlizweni yam Enza mayike Ndike ndikufumane Enza mayike Ndike ndikufumane Angeke ndidlalise ngawe Nguwe ophethe enhlizweni yam Angeke ndidlalise ngawe Nguwe ophethe enhlizweni yam Wena uyinto yonke Efunywa inhliziyo yam Wena uyinto yonke Efunywa inhliziyo yam Angeke ndidlalise ngawe Nguwe ophethe enhlizweni yam Angeke ndidlalise ngawe Nguwe ophethe enhlizweni yam Enza mayike Ndike ndikufumane Enza mayike Ndike ndikufumane Angeke ndidlalise ngawe Angeke ndidlalise ngawe Angeke ndidlalise ngawe Angeke ndidlalise ngawe Enza mayike Ndike ndikufumane Enza mayike Ndike ndikufumane Enza mayike Ndike ndikufumane Enza mayike Ndike ndikufumane Wena uyinto yonke Efunywa inhliziyo yam Wena uyinto yonke Efunywa inhliziyo yam Angeke ndidlalise ngawe