Skip to content

Ngu Mama

Popularity ยท Low

Listen

YouTube

0:00 / 0:00
Loading YouTube player...
Lyrics offset
Synced

Lyrics

Ndinje nje nje, nguMama Ndinje nje nje, nguMama Ndiliyokoyoko Ndinje nje nje, nguMama Ndinje nje nje, nguMama Ndiliyokoyoko Ndinje nje nje, nguMama Ndinje nje nje, nguMama Mam' am oh, sekuyiminyaka, sekuyiminyaka wandishiya Wen' uhlal' unam, endleleni zam Wen' uhlal' ukhon' ecaleni kwam Mama yonk' intw' endiyiyo Ndiliyokoyoko nje Nguwe Mama Mama yonk' intw' endiyiyo Ndiliyokoyoko nje Nguwe Mama Ndinje nje nje, nguMama Ndinje nje nje, nguMama Ndiliyokoyoko Ndinje nje nje, nguMama Ndinje nje nje, nguMama Mam' am nangoku ndisabulela Ngothand' ondiphe lona yonke leminyaka Mama nangoku usaqhubeka Ukundikhusela 'zinto zalomhlaba Mama yonk' intw' endiyiyo Ndiliyokoyoko nje Nguwe Mama Mama yonk' intw' endiyiyo Ndiliyokoyoko nje Nguwe Mama Ndinje nje nje, nguMama Ndinje nje nje, nguMama Ndiliyokoyoko Ndinje nje nje, nguMama Ndinje nje nje, nguMama Ndiliyokoyoko Ndinje nje nje, nguMama Ndinje nje nje, nguMama Ndiliyokoyoko Ndinje nje nje, nguMama Ndinje nje nje, nguMama Ndiliyokoyoko Ndinje nje nje, nguMama Ndinje nje nje, nguMama Ndiliyokoyoko Ndinje nje nje, nguMama Ndinje nje nje, nguMama