Ma$haba
Gaffi, B8SE
Popularity ยท Low
Listen
YouTube
0:00 / 0:00
Loading YouTube player...
Lyrics offset
Synced
Lyrics
Okay gents,ndiyambona lo Mashaba bekuthethwa ngaye ngoku
Sure,boy
Okay otherwise
Mojo
Chasawilly,awe
Fownel' ban?
Fownela abantwana
Ndabafownela abantwana
Nacima izibane
Kwenzekalan
Yhee nkalakatha
Fownela uMashaba
Kwenzekalan
Hayi yinganekwane
Themba cim' isbane
La vuth' ilanga
Pheth' idankatya
Hayi banganya
Hayi banganya rha
La vuth' ilanga
Pheth' uMashaba
Hayi masambe
Chasa
UMashaba akanamva
Xuth' ifown xa engalastanga
Chasa enz' inzipho eLaView
Which one I figured it out
ILocation ayiveli tuu
Unontombi utsho ena22
Fownela umntana nge venue uphi
Ntombi yakho ityiwe I'm telling you
Sorry Mashaba nantsoke kuwe
Shiya ibeat ndenza amasimba puu
Yandiphikisa ba I know her
Fike nabantwana
Fownela ban
Fownela abantwana
Ndabafownela abantwana
Nacima izibane
Kwenzekalani
Yhee nkalakatha